Uluhlu Lweemfundiso Ngesifo Sikagawulayo eAfrika
Set of 8 books 24
pp each [Series ISBN 1-919910-91-3]
| Yintoni
intsholongwane kagawulayo nesifo sikagawulayo?
| Isifo
sikagawulayo eAfrika | Abantwana
nesifo sikagawulayo | Sikhathaleleni
nisamkele |
| Amalungelo
nesifo sikagawulayo | Masakhane
| Ukuphila
nesifo sikagawulayo | Eyona
nyaniso ngesifo sikagawulayo |
REVIEW:
"The content is relevant and inline with the NCS. It reflects the
need of the community and the country by informing and making learners
aware of the effects of HIV/AIDS. Material is of good quality, colourful
and easy to use. Layout of book very user friendly." [Northern Cape
Department of Education] Afrikaans
| English | Isindebele | Isixhosa | Isizulu
| Sepedi | Setswana |
Tshivenda | Xitsonga |
|
Yintoni
intsholongwane kagawulayo nesifo sikagawulayo?
Le
ncwadana ichazela abantwana ngentsholongwane ebizwa ngokuba
yintsholongwane kagawulayo, indlela ethi ibangele ngayo isifo
sikagawulayo, indlela esasazeka ngayo nangendlela enokuthintelwa ngayo.
Cecile
Mather
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Isifo
esaziwa njengogawulayo
-
Yintoni ebangela isifo
sikagawulayo?
-
Yintoni isifo
sikagawulayo?
-
Intsholongwane kagawulayo nezinye izifo
-
Isasazeka njani intsholongwane
kagawulayo?
-
Ukulalana kunye nentsholongwane kagawulayo
-
Ukuhlaba iinaliti nentsholongwane kagawulayo
-
Intsholongwane kagawulayo nolwaluko
-
Ukuzigcina ukhuselekile
-
Intsholongwane kagawulayo kunye nawe
|
|
Isifo
sikagawulayo eAfrika
Le
ncwadana ichazela abantwana ngokuxilongwa kukhangelwa intsholongwane
ebizwa ngokuba yintsholongwane kagawulayo, ngendlela isifo sikagawulayo
esilichaphazela ngayo ilizwekazi laseAfrika nangendlela yokumelana
nesifo sikagawulayo kumakhaya abo.
Cecile
Mather
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Isifo
sikagawulayo eAfrika
-
Uvavanyo lwentsholongwane kagawulayo
-
Ukuphila nentsholongwane kagawulayo kunye nesifo sikagawulayo
-
Isifo sikagawulayo nokutya
-
Iinkedama zesifo sikagawulayo
-
Iintsapho nesifo sikagawulayo
-
Ukuthetha nabantu abachanekileyo
-
Ukufundisa ngesifo sikagawulayo
-
Ingaba iyanyangeka intsholongwane kagawulayo nesifo sikagawulayo?
-
Ingaba akho amayeza entsholongwane kagawulayo nawesifo sikagawulayo?
|
|
Abantwana
nesifo sikagawulayo
Le
ncwadana ichazela abantwana ngendlela abosuleleka ngayo yintsholongwane
ebizwa ngokuba yintsholongwane kagawulayo, indlela efumaneka ngayo
nangendlela amakaziphathe ngayo umntu xa ehleli nomntu onale
ntsholongwane.
Cecile
Mather
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Abantwana
nesifo sikagawulayo
-
Iintsana nesifo sikagawulayo
-
Ibali lomnye umntwana
-
Abantwana njengamaqhawe esifo sikagawulayo
-
Abantwana bathetha phandle ngesifo sikagawulayo
-
Isifo sikagawulayo neyona nyaniso
-
Isifo sikagawulayo nesikolo
-
Yintoni ehlupha
abantwana?
-
Imibutho enceda abantwana abanesifo sikagawulayo
-
Yintoni
onokuyenza?
|
|
Sikhathaleleni
nisamkele
Le
ncwadana ingebali lomntwana oNtsundu owazalwa enentsholongwane ebizwa
ngokuba yintsholongwane kagawulayo, ubunzima awabufumanayo xa wayezama
ukuqalisa esikolweni nangendlela le ntsholongwane eyabengela ngayo isifo
sikagawulayo.
Nkosi
Johnson
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Itshantliziyo
lesifo sikagawulayo
-
Ukuzalwa unentsholongwane kagawulayo
-
Umama ongumlondolozi wam
-
Ukwazi ngesifo sikagawulayo
-
Ukuya esikolweni
-
Akukho namnye owayesazi ngesifo sikagawulayo
-
Umama wam uDaphne
-
Ndikuthiyile ukuba nesifo sikagawulayo
-
Ikhaya lokhuseleko likaNkosi
-
Xelela abantu ngesifo sikagawulayo
|
|
Amalungelo
nesifo sikagawulayo
Le
ncwadana ichaza amalungelo abantwana omgaqo-siseko okunikwa ingcaciso,
okhuselo nawokuhlala kwindawo ekhuselekileyo kwanamalungelo
omgaqo-siseko abantu
abanentsholongwane ebizwa ngokuba yintsholongwane kagawulayo
okanye abanesifo sikagawulayo.
Cecile
Mather
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Amalungelo
nesifo sikagawulayo
-
Ilungelo lokufumana inkcazelo
-
Ilungelo lokuya esikolweni
-
Ilungelo lokufumana unyango
-
Ilungelo lokufumana amayeza
-
Ilungelo lokusebenza
-
Ilungelo lokukhuselwa
-
Ilungelo lokuba kwindawo ekhuselekileyo
-
Amatshantliziyo esifo sikagawulayo
-
Ukwenza okulungileyo
|
|
Masakhane
Le
ncwadana ichazela abantwana ngento eyenziwa ngabantu ngentsholongwane
ebizwa ngokuba yintsholongwane kagawulayo nangesifo sikagawulayo
nangento abanokuyenza ukuzikhusela nokuyithintela ingasasazeki.
Cecile
Mather
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Ukusebenza
kunye ekuthinteleni isifo sikagawulayo
-
Ukubonisa inkxaso
-
Ubugcisa obuchasene nesifo sikagawulayo
-
Iingubo zesikhumbuzo
-
Ukuthetha ngentsholongwane kagawulayo nesifo sikagawulayo
-
Ukufundisa inyaniso
-
Ukuzimisela ukwenza into
-
Izazinzulu zifunisa ngeempendulo
-
Ukuphakamisa imfundiso ngesifo sikagawulayo
-
Ukhuseleko lolona yeza lugqwesileyo
|
|
Ukuphila
nesifo sikagawulayo
Le
ncwadana ichazela abantwana
ngentsholongwane ebizwa ngokuba yintsholongwane kagawulayo,
ngento eyenzekayo xa umntu enentsholongwane kagawulayo nokuba umntu
angamelana njani na nemeko yokuphila nale ntsholongwane.
Cecile
Mather
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Ukuphila
nesifo sikagawulayo
-
Imvelaphi yesifo
sikagawulayo?
-
Kwenzeka ntoni xa umntu enentsholongwane
kagawulayo?
-
Ingaba umntu anganayo intsholongwane kagawulayo engenaso isifo
sikagawulayo?
-
Wazi njani umntu ukuba unentsholongwane
kagawulayo?
-
Ukwamkela intsholongwane kagawulayo
-
Ukuhlala usempilweni unentsholongwane kagawulayo
-
UThemba noLindi
-
Ukungafihli nto ngesifo sikagawulayo
-
Ukuhlala ngethemba
|
|
Eyona
nyaniso ngesifo sikagawulayo
Le
ncwadana ichaza ngeentsomi ezidla ngokwayanyaniswa nentsholongwane
ebizwa ngokuba yintsholongwane kagawulayo nangesifo sikagawulayo kwaye
igxininisa kwinto yokuba nabani na angosuleleka sesi sifo. Ichaza
indlela esasazwa ngayo intsholongwane kagawulayo nangendlela umntu
anokuzikhusela ngayo kule ntsholongwane.
Cecile
Mather
|
Order
this series now >>
|
Okuqulathiweyo
-
Amabali
angeyonyaniso ngesifo sikagawulayo
-
Intsholongwane kagawulayo isasazwa kakhulu ngegazi nangeencindi zobuni
-
Intsholongwane kagawulayo ayinakudluliswa ngolusu olungasikekanga
-
Nawuphi na umntu angasifumana isifo sikagawulayo
-
Ugawulayo sisifo
-
Akunakho ukumbona umntu onentsholongwane kagawulayo
-
Abantu abayifumani intsholongwane kagawulayo ngokuziphatha kakubi
-
Isifo sikagawulayo asibangelwa bubugqwirha
-
Ukuhlatywa ngenaliti akusisasazi isifo sikagawulayo
-
Ungazikhusela kwintsholongwane kagawulayo
|